NAIJA LYRICS

Amanda Black – Hamba Lyrics

Amanda Black – Hamba Lyrics

Amanda Black – Hamba Lyrics

Ndinxane luthando
Ndinxane lithemba
Ndifuna konke okusentlizweni yam
There’s so much I wanna see
There’s so much I wanna be
I wanna be at peace
Emphemfumlweni wam
Ndifun uxolo
Ndinik uxolo
Ndifun ubheka phambili
Ndifun ubheka phezulu
Ndifun ubheka phambili
Ndifun ubheka phezulu

Hamba bhekile
Musuhlala ndawonye
Hamba bhekile
Usukuhlala ndawonye

Ndinxaniwe ndifun ukusela oh oh
Ndinxaniwe ndifun ukusela oh oh oh
Ndinxaniwe ndifun ukusela oh oh oh
Ndinxaniwe ndifun ukusela

Lomini iyeza nakum
Nakuwe, nakuwe
Bhath’ ivili liyajikeleza
It doesn’t have to be for the worst
Day by day sophela amandla
Bambelela sana
Uzoybon indlela
Zulu liyavuleka
Keep on pushing through
Maninzi amathuba
And you know what to do
Xakufik ukukhanya
Yiba nomonde
Yiba nethemba
Yiba nomonde
Yiba nethemba

Hamba bhekile
Musuhlala ndawonye
Hamba bhekile
Musuhlala ndawonye

Ndinxaniwe ndifun ukusela oh oh
Ndinxaniwe ndifun ukusela oh oh oh
Ndinxaniwe ndifun ukusela oh oh oh
Ndinxaniwe ndifun ukusela

Leave a Comment